Iindumiso 30:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Ndokudumisa, Ndikhoyo, kuba undisindisile,akwavuma ukuba zindivuyelel' iintshaba zam.

2. Ndikhoyo, Thixo wam, ndibhenela kuwe;kuba wena undihlangule ekufeni.

3. Wandikhupha kwelabafileyo wena, Ndikhoyo;wandikhetha kwabo behlela emhadini.

Iindumiso 30