Iindumiso 25:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Ndiwuphakamisela kuwe, *Ndikhoyo, umphefumlo wam;

2. Thixo wam, ndithembele kuwe.Mandingakhe ndidane konke;mazingakhe zindivuyelele konk' iintshaba zam.

Iindumiso 25