Iindumiso 18:44-46 Ibhayibhile (XHO96)

44. Bayandithobela bakuwuva umthetho wam;ndikhahlelwe nangabasemzini abantu,

45. bephuma kwiinqaba zabo begubha,bephelelwe sisibindi xa bebonke.

46. Huntshu! Khul' ud' ukhokhobe, Ndikhoyo!Mawubongwe, wena mkhuseli wam,Thixo ongumhlanguli wam!

Iindumiso 18