Iindumiso 147:2-6 Ibhayibhile (XHO96)

2. *NguNdikhoyo umakhi weJerusalem,umqokeleli weembacu zakwaSirayeli,

3. umnyangi wabantliziyo zenzakeleyo,ewe, umbophi wamanxeba abo.

4. Ngumqingqi wenani leenkwenkwezi;iyileyo naleyo kuzo uyibiza ngegama layo.

5. Hay' ubukhulu bukaNdikhoyo, uyingangalala ngamandla!Ubulumko bakhe abunamda.

6. UNdikhoyo uyabaphakamisa abagqush' eluthulini;ke bona abakhohlakeleyo ubakhahlela phantsi.

Iindumiso 147