Iindumiso 146:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Aa! Bayethe, Mhlekazi!Duma ukhahlele *kuNdikhoyo, mphefumlo wam!

2. Ndiya kumbonga uNdikhoyo lo gama ndisadla ubomi;ndiya kuhlabela indumiso,ndibonge uThixo wam bonke ubomi bam.

3. Musa ukukholosa ngamanene;sukuthemba umntu, kuba akaloncedo.

Iindumiso 146