3. Awu, Ndikhoyo, yaz'ba kuxa eyintoni na umntule nto ude uzidube ngaye?Ngani ukuba ude uzikhathaze ngaye?
4. Umntu ufana nqwa nomphunga,imihla yakhe injengesithunzi sisiya kusithela.
5. Wakuwashukumisa amazulu, Ndikhoyo,suka akhahleleke phantsi.Wakuzichukumisa iintaba zithuquza umsi.
6. Lekuza ngemibane, ubasarhaze;binza ngeentolo batsho baduba-dubeke.
7. Yolula isandla sakho kweliphezulu,undonyule ndiphume kulo mgxobhozo.Ndihlangule esandleni seentlanga