Iindumiso 136:1-2 Ibhayibhile (XHO96) Bulelani nidomboze ngenxa yokulunga *kukaNdikhoyo. Kaloku ububele bakhe buhlala buhleli. Bulelani kuThixo onguyedwa.