Iindumiso 135:9-11 Ibhayibhile (XHO96)

9. Kanye phakathi kwelaseJiputawenza imiqondiso nemimangaliso,wamohlwaya ukumkani nezicaka zakhe.

10. Wazingenela izizwe, kwajub' ugodo,wabageqa ookumkani abaziwayo.

11. Nditsho ooSihon ukumkani wama-Amori,noo-Ogi ukumkani waseBhashan,nazo zonke izikumkani zaseKanana.

Iindumiso 135