Iindumiso 130:1-4 Ibhayibhile (XHO96)

1. *Ndikhoyo, ndiyazibika kuwe;ndikhala kuwe ndibindekile.

2. Awu, Nkosi, ndive ndiyakuthandaza,usiphulaphule isikhungo sam.

3. Ukuba ubuzigcina izono zabantu, Ndikhoyo,ngubani obengasindayo?

4. Kambe ke wena uyaxolela,khon' ukuze uhlonitshwe.

Iindumiso 130