Iindumiso 127:3-5 Ibhayibhile (XHO96)

3. Uyabona ke, oonyana lilifa elivela kuNdikhoyo;ngenene, abantwana sisipho esivela kuye.

4. Oonyana bendodana bafana neentoloelixhobe ngazo ijoni.

5. Hay' ukuzimaseka kwendoda enesiphampa sazo!Ayisoze yadeleka mpela,naxa ixambulisana neentshaba enkundleni.

Iindumiso 127