Iindumiso 125:2-5 Ibhayibhile (XHO96)

2. Kwanjengokuba iintaba ziyingqongile iJerusalemnoNdikhoyo wenjenjalo ukubaphahla abantu bakhe,nangoku kude kube ngunaphakade.

3. Izikhohlakali soze zilawule elizweni lamalungisa,hleze namalungisa asuke enze ububi.

4. Awu, Ndikhoyo, walungiselele amalungisa,abo bantliziyo zingaphambukiyo.

5. Kodwa ke bona abaphambukayobabandakanye nezikhohlakali, Ndikhoyo.Makube chosi, kube hele kwaSirayeli!

Iindumiso 125