Iindumiso 121:6-8 Ibhayibhile (XHO96)

6. Emini ilanga aliyi kukugqatsa;kanti ke nenyanga ebusuku ayinakukwenza nto.

7. NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek' umoya;ewe, uya kukwalusa ungachukunyiswa nto.

8. Ngenene, uNdikhoyo uya kukwalusa,xa uhambayo naxa ubuyayo,kuqalela ngoku kude kube nini-nini.

Iindumiso 121