Iindumiso 121:5-7 Ibhayibhile (XHO96)

5. Kaloku nguNdikhoyo okwalusayo –nguye okwenzela umthunzi.

6. Emini ilanga aliyi kukugqatsa;kanti ke nenyanga ebusuku ayinakukwenza nto.

7. NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek' umoya;ewe, uya kukwalusa ungachukunyiswa nto.

Iindumiso 121