Iindumiso 119:100-104 Ibhayibhile (XHO96)

100. Ngokuqonda nditshatshele nakwabadala,kuba ndiyazithobela izithethe zakho.

101. Ndiyazicezela iindlela ezinengozi,kuba ndithobela ilizwi lakho.

102. Andiphambuki kwisigwebo sakho,njengoko wandifundisayo.

103. Izithembiso zakho zimnandi, ziyanandipheka;ewe, ziyolile kunobusi.

104. Imfundiso yakho indivul' ingqondo,ngoko ke ndibuthiyil' ubugwenxa.

Iindumiso 119