Iindumiso 118:5-8 Ibhayibhile (XHO96)

5. Xa ndandisebunzimeni ndabhenela kuNdikhoyo,waza yena wasabela wandihlangula.

6. Andinadyudyu, kuba uNdikhoyo ungakum;okokwakhe yena umntu akanakundenza nto konke.

7. Ngenene uNdikhoyo ungakum, uyandinceda;ngoko ke ndiya kuboyisa abandithiyileyo.

8. Into ebhetele kukuzimela ngoNdikhoyo,kunokuba uthembele ngomntu.

Iindumiso 118