Iindumiso 116:15-18 Ibhayibhile (XHO96)

15. Ayithandeki kambe kuNdikhoyointo yokufa kwabantu bakhe.

16. Awu, Ndikhoyo, ndisisicaka sakho;ewe, ndingunyana wesicakazana sakho;ndilapha nje ndakhululwa nguwe.

17. Ndiya kukwenzela idini lombulelo;ewe, ndobiza igama likaNdikhoyo.

18. Izithembiso zam ndozifezekisa kuye;ewe, nditsho phambi kwabantu bakhe,

Iindumiso 116