Iindumiso 114:6-8 Ibhayibhile (XHO96)

6. Ngani ukuba zidlob' okwamankonyana iintaba?Kungan' ukub' iinduli zitaka-take okwamatakane?

7. Ewe, hlabathi, khawurhwaqele, uyeza uNdikhoyo;rhwaqela phambi koThixo kaYakobi,

8. umajik' ulwalwa luntywil' emanzini,inyengan' impompoz' umthombo.

Iindumiso 114