Iindumiso 112:8-10 Ibhayibhile (XHO96)

8. Alitatazeli, laye lingenadyudyu,zide zoyisakale iintshaba zalo.

9. Lona linezinwe kumahlwempu;liya kuhlala lisenza ubulungisa.Ewe, liyahlonitshwa, futhi linesidima.

10. Abangendawo bathi bakuyibona le nto bakhathazeke;bathwal' umlomo bajijitheke bancame.Ewe, iminqweno yabo ayizi nanto.

Iindumiso 112