Iindumiso 109:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Thixo wam endimncomayo,ngani ukuba uthi cwaka,

2. ndimangalelwa nje zizikhohlakali namaxoki?Kaloku bona bandirhintyela ngobuxoki;

3. bathetha izinto ezimasikizi ngam;bandihlasela ndingenzanga nto.

Iindumiso 109