Iindumiso 106:26-28 Ibhayibhile (XHO96)

26. Wamis' isibhozo efung' esithiwobayeka bafel' aph' enkangala,

27. ize inzala yab' ayichitha-chithe phakathi kweentlanga,ibe ziintsalu apho kumazw' asemzini.

28. Basuka bazibandakanya nabanquli bakaBhali wasePehore,batya nokutya kwamadini *ezithixo.

Iindumiso 106