Iindumiso 105:19-22 Ibhayibhile (XHO96)

19. lada lazaliseka ilizwi awayelithethile,ilizwi likaNdikhoyo lamngqinela.

20. Ikumkani yamhlangula,umlawuli wezizwe wamkhulula,

21. yamenza intloko yomzi wayo,yamnika igunya lokulawula konke okwayo,

22. yamnika iwonga kunamaphakathi ayo,kwanegunya lokuqeqesha bonke ooceba bayo.

Iindumiso 105