Iindumiso 105:13-15 Ibhayibhile (XHO96)

13. Babebhadula kumazwe ngamazwe;besuka kolunye ulawulo baye kolunye.

14. Kodwa uThixo akavumanga ukuba batsaliswe nzima;ude wazohlwaya neekumkani ngenxa yabo.

15. Watsho esithi: “Ze ningabachukumisi abathanjiswa bam,ningakhe nibenzakalise abashumayeli bam.”

Iindumiso 105