Iindumiso 10:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Yini na, *Ndikhoyo? Wachasela?Kutheni? Wazifihla ngexesha longxunguphalo?

2. Abantw' abagwenxa banolunya;bayabaleqa ababuthathaka.Mabarhintyelwe kwangaloo mayelenqe abo.

Iindumiso 10