Eyonqulo 7:25-28 Ibhayibhile (XHO96)

25. Wonke umntu othe watya amanqatha ento ekwenziwa ngayo idini kuNdikhoyo ngomlilo makasikwe kumaSirayeli.

26. Naphi na apho emi khona amaSirayeli makangaze alitye igazi, nokuba leleentaka, nokuba lelezilwanyana.

27. Nabani na olityayo igazi makasikwe kumaSirayeli.

28. Uphindile wathi uNdikhoyo uMosis

Eyonqulo 7