Eyonqulo 16:21 Ibhayibhile (XHO96)

Woyibeka izandla entloko, avume phezu kwayo bonke ububi obenziwe ngamaSirayeli, nokungeva kwawo, kunye nezono zawo zonke. Loo bhokhwe ithwaliswe zonke izono iya kukhatshelwa entlango ngumntu otyunjelwe loo nto.

Eyonqulo 16

Eyonqulo 16:11-23