53. Loo ntaka ihleliyo makaphume nayo elalini ayiyeke ibhabhe imke. Wenjenjalo ke ukususa umlaza obukuloo ndlu, ukuze ihlambuluke.”
54. Yonke le nquleqhu ingesifo esosulelayo solusu,
55-56. izilonda, amathumba, ukudumba, nokungunda kwezindlu nempahla.
57. Le nkqubo icalula phakathi kwento enomlaza nento engenawo.