aze athathe elaa ceba lomsedare, nehlamvu lehisopu, negqesha elibomvu, kunye nalaa ntaka ihleliyo, azithi nkxu egazini laleya ntaka yophiselwe kulaa manzi asand' ukukhiwa, aze ke afefe loo ndlu kasixhenxe ngazo.