Eyonqulo 13:57-59 Ibhayibhile (XHO96)

57. Xa kuphinde kwavela ukungunda, umnini-nto makayitshise, kuba kuza kwanda umngundane.

58. Xa athe wayihlamba loo nto, kwaza kwaphela ukungunda, makaphinde ayihlambe, ukuze ingabi namlaza.

59. Nantso ke inkqubo ngokuphathelele empahleni engundileyo, nokuba yeyoboya, nokuba yeyelinen, nokuba yinto eyenziwe ngethwathwa.

Eyonqulo 13