Eyonqulo 13:49-51 Ibhayibhile (XHO96)

49. ithe yanyepha yaba luhlaza okanye sabubomvu, inomngundane loo nto, mayiboniswe umbingeleli.

50. Umbingeleli woyiphicotha, aze ayibeke bucala iintsuku ezisixhenxe.

51. Wobuya ayijonge ngosuku lwesixhenxe, kuthi ke ukuba kuye kwanwenwa ukungunda, athi loo nto inomlaza.

Eyonqulo 13