Eyeziqalo 48:14 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa uSirayeli waziphambanisa izandla zakhe, wabeka isandla sakhe sokunene phezu koEfrayim, nakuba wayengomncinane yena; esokhohlo sona wasibeka kuManase, oyena wayengomkhulu.

Eyeziqalo 48

Eyeziqalo 48:7-22