Eyeziqalo 44:30-31 Ibhayibhile (XHO96)

“Ke ngoko, mhlekazi,” utshilo uJuda, “ukuba ndingabuyela ekhaya ingekho le ntwana, ubawo angafa zisuka nje xa aphawula ukuba ayikho. Akasenako ukwahlukana nale nkwenkwe. Selaluphele kangangokuba angafa.

Eyeziqalo 44

Eyeziqalo 44:23-34