Eyeziqalo 44:25-27 Ibhayibhile (XHO96)

25. Ubawo ubuye wasithuma ukuba siphinde size kufuna into etyiwayo.

26. Samxelela sathi asinakuza apha, singenakwamkelwa, singezanga nayo le ntwana. Besingeza apha kuphela xa ngaba siza nayo.

27. Wathi ubawo: ‘Niyazi ukuba umkam uRakeli wandizalela oonyana ababini kuphela.

Eyeziqalo 44