Eyeziqalo 38:23 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi uJuda: “Akukho nto; masezihlala kuye ezo zinto zam. Nto nje andifuni kuba yintlekisa ebantwini. Kambe mna ndilingile ukuhlawula, kodwa lona ihenyukazi alifumaneki.”

Eyeziqalo 38

Eyeziqalo 38:17-29