Eyeziqalo 31:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. UYakobi weva ukuba oonyana bakaLabhan bathi uzithathe zonke izinto zikayise, yaye nobu butyebi bakhe ubuzuze ngezinto zikayise.

2. Waphawula nokuba akasathandwa nguLabhan.

3. *UNdikhoyo wathi kuYakobi: “Buyela kwilizwe looyihlo-mkhulu, kumawenu. Mna ndiya kuba nawe.”

Eyeziqalo 31