Eyeziqalo 30:23-25 Ibhayibhile (XHO96)

23. Wakhawula, wazala inkwenkwe. Wathi: “UThixo ulisusile ihlazo lam.”

24. Wathi ke igama layo nguJosefu, esithi: “Wanga uNdikhoyo angandongezela kwaenye inkwenkwe.”

25. Emva kokuvela kukaJosefu, uYakobi wathi kuLabhan: “Ndikhulule, khon' ukuze ndibuyele kowethu.

Eyeziqalo 30