Eyeziqalo 3:22 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi ke *uNdikhoyo uThixo: “Umntu ngoku unjengathi, uyakwazi ukucalula okuhle kokubi. Kuya kuthini ke xa athe wakha, watya kumthi wobomi, aze aphile angaze afe?”

Eyeziqalo 3

Eyeziqalo 3:14-24