Eyeziqalo 3:16 Ibhayibhile (XHO96)

Waza wathi kuloo mfazi:“Wena uza kuthwala ubunzima ngakumbi xa ukhulelwe,udliwe yinimba xa uzalayo.Noko kunjalo umyeni wakho ùya kumlangazelela,lo gama ayinkosi yakho.”

Eyeziqalo 3

Eyeziqalo 3:7-23