Eyeziqalo 29:21-23 Ibhayibhile (XHO96)

21. “Lifikile ixesha; ndikhululele umkam,” watsho uYakobi kuLabhan.

22. ULabhan wenza isidlo somtshato, wamema bonke abantu balapho.

23. Ngobo busuku uLabhan wasa uLeya kuYakobi endaweni kaRakeli, uYakobi walala naye.

Eyeziqalo 29