Eyeziqalo 27:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Akwaluphala uIsake, namehlo akhe selenorhatyazo, ubize unyana wakhe omkhulu, wathi kuye: “Nyana wam!”Uthe ke yena: “Ndim lo, tata.”

2. Uthe uIsake: “Ndiyabona ukuba sendaluphele ngoku, ndaye ndingazi nokuba ndingafa nini na.

3. Thatha utolo lwakho, uye kuzingela, undiphathele inyama yenyamakazi.

Eyeziqalo 27