Eyeziqalo 25:34 Ibhayibhile (XHO96)

Wandula ke uYakobi ukumpha isonka nesophu leyo yeentlumayo. Watya, wasela; wasukuma, wemka.Kwakukangako ke ukungawaxabisi kwakhe uEsawu amalungelo akhe obuzibulo.

Eyeziqalo 25

Eyeziqalo 25:31-34