Eyeziqalo 25:20 Ibhayibhile (XHO96)

UIsake wayeselemashumi mane eminyaka ubudala ukuthatha kwakhe uRabheka, intombi kaBhetuweli, umAram wasePadan-aram, ekwangudade boLabhan.

Eyeziqalo 25

Eyeziqalo 25:9-21