Eyeziqalo 25:18 Ibhayibhile (XHO96)

Isizukulwana sakhe saya kuma kulaa mhlaba uphakathi kweHavila neShure, ngasempumalanga yeJiputa xa ujonge eAsiriya. Babemi bethe geqe kwabanye abazukulwana baka-Abraham.

Eyeziqalo 25

Eyeziqalo 25:10-26