Eyeziqalo 24:54 Ibhayibhile (XHO96)

Emva koko loo nduna ka-Abraham yaya kutya naloo madoda yayihamba nawo. Balala apho ngobo busuku. Bathe bakuvuka ngengomso, yathi induna ka-Abraham: “Siza kucela indlela sigoduke namhlanje.”

Eyeziqalo 24

Eyeziqalo 24:47-59