Eyeziqalo 24:1-4 Ibhayibhile (XHO96)

1. Wayeseleyinkothovu yexhego uAbraham ngeli xesha, waye *uNdikhoyo emthamsanqelisa kuyo yonke into ayenzayo.

2. Ngenye imini wathi kwisicaka sakhe esithembekileyo esasiyinduna emzini wakhe: “Khawufunge!

3. Ndifuna ufunge phambi kukaNdikhoyo uThixo wezulu nomhlaba ukuba akusayi kumfunela umfazi unyana wam apha kwezi ntombi zaseKanana.

4. Kufuneka uye kwilizwe lakowethu, apho ikhoyo inkaba yam. Kulapho uya kumfunela khona umfazi uIsake, phakathi kwezizalwane zam.”

Eyeziqalo 24