Eyeziqalo 23:11 Ibhayibhile (XHO96)

“Hayi, mhlekazi, mandithi ndiyakunika laa mhlaba ndawonye naloo mqolomba ulapho. Loo nto ndiyithetha apha phambi kwamawethu, la athe thande apha; ndithi ndiyakunika laa mhlaba wakuthi; ungamngcwaba khona umfikazi.”

Eyeziqalo 23

Eyeziqalo 23:7-19