Eyeziqalo 19:9 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa loo madoda athi: “Suka endleleni, mfikindini! Ungubani wena? Ucinga ukuba singagwetywa nguwe? Singajikela wena thina, kube kubi nangaphezu kwawo.” Atsho emsunduza uLothe, etyhala ezama ukuluqhekeza ucango.

Eyeziqalo 19

Eyeziqalo 19:1-17