Eyeziqalo 19:5 Ibhayibhile (XHO96)

Bakhwaza bebuza kuLothe ukuba aye phi na laa madoda ayeze kulala kwakhe ngobo busuku. Batsho besithi makawakhuphe, kuba babefuna ukulala nawo.

Eyeziqalo 19

Eyeziqalo 19:4-8