Eyeziqalo 18:6 Ibhayibhile (XHO96)

UAbraham wakhawuleza ukungena ententeni, wafika wathi kuSara: “Khawuthathe izitya ezithathu zomgubo wengqolowa, uxove wenze amaqebengwana, ukhawulezise.”

Eyeziqalo 18

Eyeziqalo 18:1-8