Eyeziqalo 16:6 Ibhayibhile (XHO96)

Uphendule wathi uAbram: “Kulungile kaloku, sisicakazana sakho; uphantsi kwakho uHagare. Yenza into oyibonayo kaloku.” USarayi ke wamphatha gadalala uHagare, wada wabaleka wemka.

Eyeziqalo 16

Eyeziqalo 16:1-9