Eyeziqalo 16:15-16 Ibhayibhile (XHO96)

UHagare wazala inkwenkwe, wathi ke uAbram igama layo nguIshmayeli. Wayemashumi asibhozo anesithandathu ubudala uAbram ukuzala kwakhe unyana.

Eyeziqalo 16

Eyeziqalo 16:14-15-16